-
-
Xhosa -
-
21
|Filemom 1:21|
Ndikubhalele ndeyisekile kukundilulamela kwakho, ndisazi ukuba uya kwenza nangaphezulu koko ndikuthethayo.
-
22
|Filemom 1:22|
Kunye ke noko, ndilungisele indawo yokuhlala; kuba ndithembile ukuba ngayo imithandazo yenu nondiphiwa.
-
23
|Filemom 1:23|
Uyakubulisa uEpafras, umbanjwa ndawonye nam wakwaKristu Yesu,
-
24
|Filemom 1:24|
kwanoMarko, noAristarko, noDemasi, noLuka, abasebenzisana nam.
-
25
|Filemom 1:25|
Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nomoya wenu. Amen.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21