-
-
Xhosa -
-
13
|Neemias 12:13|
okaEzra inguMeshulam; oka-Amariya inguYohanan;
-
14
|Neemias 12:14|
okaMeliku inguYonatan; okaShebhaniya inguYosefu;
-
15
|Neemias 12:15|
okaHarim inguAdena; okaMerayoti inguHelekayi;
-
16
|Neemias 12:16|
okaIdo inguZekariya; okaGineton inguMeshulam;
-
17
|Neemias 12:17|
oka-Abhiya inguZikri; okaMinyamin, okaMowadiya inguPiletayi;
-
18
|Neemias 12:18|
okaBhilega inguShamuwa; okaShemaya inguYonatan;
-
19
|Neemias 12:19|
okaYoyaribhi inguMatenayi; okaYedaya ingu-Uzi;
-
20
|Neemias 12:20|
okaSalayi inguKalayi; oka-Amoki inguEbhere;
-
21
|Neemias 12:21|
okaHilekiya inguHashabhiya; okaYedaya inguNataniyeli.
-
22
|Neemias 12:22|
Malunga nabaLevi, ngemihla kaEliyashibhi, noYoyada, noYohanan, noYaduwa, kwabhalwa iintloko zezindlu zooyise; nezababingeleli, ebukumkanini bukaDariyo umPersi.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21