-
Leia por capÃtulos
-
Xhosa -
-
21
|1 Crônicas 3:21|
Oonyana bakaHananiya ngooPelatiya noYesaya; oonyana bakaRefaya; oonyana baka-Arnan; oonyana bakaObhadiya; oonyana bakaShekaniya.
-
22
|1 Crônicas 3:22|
Oonyana bakaShekaniya nguShemaya; oonyana bakaShemaya ngooHatushe, noIgali, noBhariya, noNeyariya, noShafati; bathandathu.
-
23
|1 Crônicas 3:23|
Oonyana bakaNeyariya ngooEliyohenayi, noHezekiya, noAzerikam; bathuthu.
-
24
|1 Crônicas 3:24|
Oonyana bakaEliyohenayi ngooHodaya, noEliyashibhi, noPelaya, noAkubhi, noYohanan, noDelaya, noAnani; basixhenxe.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 22-22