-
Leia por capÃtulos
-
Xhosa -
-
31
|Deuteronômio 32:31|
Kuba alinjengeLiwa lethu iliwa lazo, lintshaba zethu zingabagwebi boko.
-
32
|Deuteronômio 32:32|
Kuba umdiliya wabo ngowomdiliya waseSodom, Ngowamasimi aseGomora. Iidiliya zabo ziidiliya ezinobuhlungu, Izihloko zazo zinobukrakra.
-
33
|Deuteronômio 32:33|
Bubuhlungu benyushu iwayini yabo, Yinyongo enobujorha yamaphimpi.
-
34
|Deuteronômio 32:34|
Oku akubekwe kum na, Kwavingcelwa koovimba bam?
-
35
|Deuteronômio 32:35|
Yeyam impindezelo nembuyekezo Ngexesha lokutyibilika konyawo lwabo; Ngokuba usondele umhla wokusindeka kwabo, Kuyakhawuleza abakumiselweyo.
-
36
|Deuteronômio 32:36|
Ngokuba uya kugweba phakathi kwabantu bakhe uYehova, Azohlwaye ngenxa yabakhonzi bakhe, Xa abonayo ukuba ethile amandla, Uphelile ovalelweyo novulelweyo.
-
37
|Deuteronômio 32:37|
Wothi ke, Baphi na kaloku oothixo babo, Iliwa ababezimela ngalo:
-
38
|Deuteronômio 32:38|
Ababesidla amanqatha emibingelelo yabo, Ababesela iwayini yeminikelo yabo ethululwayo? Mabasuke banincede, Kubekho isithe phezu kwenu.
-
39
|Deuteronômio 32:39|
Bonani ngoku, ukuba mna ndinguye; Tu thixo unam. Ndiyabulala, ndidlise ubomi; Ndiyaphalusa, ndiphilise mna; Tu uhlangulayo esandleni sam.
-
40
|Deuteronômio 32:40|
Ngokuba ndisiphakamisela emazulwini isandla sam; Ndithi, Ndihleli nje mna ngonaphakade,
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21