-
-
Xhosa -
-
31
|Neemias 11:31|
Oonyana bakaBhenjamin bathabathela eGebha, besa eMikimas, naseAya, naseBheteli namagxamesi ayo,
-
32
|Neemias 11:32|
naseAnatoti, naseNobhi, naseAnaniya,
-
33
|Neemias 11:33|
naseHatsore, naseRama, naseGitayim,
-
34
|Neemias 11:34|
naseHadidi, naseTsebhoyim, naseNebhalati,
-
35
|Neemias 11:35|
naseLode, naseOno emfuleni weengcibi.
-
36
|Neemias 11:36|
NakubaLevi kwaphuma amaqela kwaYuda, eza kwaBhenjamin.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21