-
Leia por capÃtulos
-
Xhosa -
-
25
|Deuteronômio 32:25|
Ngaphandle kophanga ikrele, Ezingontsini kuphange izothuso, Kufane indodana nentombi, Kufane owanyayo nengwevu.
-
26
|Deuteronômio 32:26|
Ngendiba ndithi, Ndiya kubaphephetha, Ndisiphelise isikhumbuzo sabo ebantwini;
-
27
|Deuteronômio 32:27|
Koko ndinxungupheleyo kukuqunjiswa lutshaba, Hleze ababandezeli babo bangaqondi; Hleze bathi, Kuphakame isandla sethu; Akwenziwe nguYehova oku konke.
-
28
|Deuteronômio 32:28|
Ngokuba luhlanga oluphelelwe ngamacebo, Tu ingqondo kubo.
-
29
|Deuteronômio 32:29|
Akwaba babelumkile; ngebekuqiqa oku, Basiqonde isiphelo sabo.
-
30
|Deuteronômio 32:30|
Yo! Ebengayi kuthi na emnye kubo asukele iwaka, Bebabini bagxothe amawaka alishumi, Ukuba belingathengisanga ngabo iLiwa labo, Wabanikela uYehova?
-
31
|Deuteronômio 32:31|
Kuba alinjengeLiwa lethu iliwa lazo, lintshaba zethu zingabagwebi boko.
-
32
|Deuteronômio 32:32|
Kuba umdiliya wabo ngowomdiliya waseSodom, Ngowamasimi aseGomora. Iidiliya zabo ziidiliya ezinobuhlungu, Izihloko zazo zinobukrakra.
-
33
|Deuteronômio 32:33|
Bubuhlungu benyushu iwayini yabo, Yinyongo enobujorha yamaphimpi.
-
34
|Deuteronômio 32:34|
Oku akubekwe kum na, Kwavingcelwa koovimba bam?
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21