-
-
Xhosa
-
-
11
|2 Corintios 9:11|
nithi ngeendawo zonke nityetyiselwe ekunyaniseni konke, kona kusebenzayo ngathi umbulelo kuThixo.
-
12
|2 Corintios 9:12|
Ngokuba ulungiselelo lwalo mbuso alwaneli kuzalisela iintsilelo zabangcwele; lusuka kananjalo luphuphume imibulelo emininzi kuye uThixo;
-
13
|2 Corintios 9:13|
besithi nje, ngako ukucikideka kolo lulungiselelo, bamzukise uThixo ngenxa yokulululamela kwenu uvumo lwenu ngokusingisele kwiindaba ezilungileyo zikaKristu, nangenxa yokunyanisa kokudlelana kwenu ngokusingisele kubo nakubantu bonke;
-
14
|2 Corintios 9:14|
bakubonÂ’ ukuba nabo bayanilangazelela, benikhungela ngenxa yobabalo lukaThixo oluncamisileyo kuni aba.
-
15
|2 Corintios 9:15|
Makubulelwe ke kuThixo ngenxa yesipho sakhe singenambali.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Romanos 1-4