-
-
Xhosa
-
-
19
|Lamentaciones 5:19|
Wena, Yehova, uhleli ngonaphakade; Itrone yakho ikwisizukulwana ngesizukulwana.
-
20
|Lamentaciones 5:20|
Yini na ukuba usilibale ngonaphakade, Usilahle imihla emide?
-
21
|Lamentaciones 5:21|
Sibuyisele kuwe, Yehova; sobuya; Hlaziya imihla yethu njengokwamandulo.
-
22
|Lamentaciones 5:22|
Ungaba usicekise mpela na, Wanoburhalarhume kuthi ngokukhulukazi na?
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 4-5