-
Leia por capÃtulos
-
Xhosa -
-
41
|LevÃtico 23:41|
Lo mthendeleko nowenzela uYehova iintsuku ezisixhenxe ngomnyaka.
-
42
|LevÃtico 23:42|
Ngummiselo ongunaphakade ezizukulwaneni zenu: niwenze umthendeleko ngenyanga yesixhenxe. Nohlala eminqubeni iintsuku ezisixhenxe; bonke abazalelwe kwaSirayeli bohlala eminqubeni;
-
43
|LevÃtico 23:43|
ukuze zazi izizukulwana zenu, ukuba ndabahlalisa oonyana bakaSirayeli eminqubeni, ekubakhupheni kwam ezweni laseYiputa: ndinguYehova, uThixo wenu.
-
44
|LevÃtico 23:44|
UMoses wabaxelela oonyana bakaSirayeli amaxesha lawo amisiweyo kaYehova.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 22-22