-
-
Xhosa
-
-
21
|Hebreos 13:21|
iNkosi yethu uYesu, wanga anganilungisa, nigqibelele emisebenzini yonke elungileyo, ukuze nikwenze ukuthanda kwakhe, esenza ngaphakathi kwenu oko kukholekileyo emehlweni akhe, ngoYesu Kristu. Kuye makubekho uzuko, luse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen.
-
22
|Hebreos 13:22|
Ndiyanivuselela ke nina, bazalwana, linyamezeleni ilizwi lovuselelo olu; kuba ke ndinibhalele ngokufutshane.
-
23
|Hebreos 13:23|
Yazini ukuba umzalwana wethu uTimoti ukhululwe; endothi, xa angaba uthe wafika kamsinya, ndinibone ndinaye.
-
24
|Hebreos 13:24|
Babuliseni bonke abakhokeli benu, nabo bonke abangcwele. Bayanibulisa abavela eItaliya.
-
25
|Hebreos 13:25|
Ubabalo malube nani nonke. Amen.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Reyes 6-8