-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
41
|1 Crónicas 11:41|
u-Uriya umHeti; uZabhadi unyana ka-Alayi;
-
42
|1 Crónicas 11:42|
uAdina unyana kaShiza, umRubhen, intloko yamaRubhen, enamashumi amathathu;
-
43
|1 Crónicas 11:43|
uHanan unyana kaMahaka; noYoshafati waseMeten;
-
44
|1 Crónicas 11:44|
u-Uziya waseAshterati; uShama noYehiyeli, oonyana bakaHotam waseArahere;
-
45
|1 Crónicas 11:45|
uYedihayeli unyana kaShimri, noYoha umzalwana wakhe, umTitsi;
-
46
|1 Crónicas 11:46|
uEliyeli umMahavi; noYeribhayi noYoshafiya, oonyana bakaElinaham; noItema umMowabhi;
-
47
|1 Crónicas 11:47|
uEliyeli, no-Obhedi, noYahasiyeli waseMetsobhaya.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21