-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
11
|1 Crónicas 27:11|
Owesibhozo ngenyanga yesibhozo ibinguSibhekayi umHusha, wakumaZera; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamane amawaka.
-
12
|1 Crónicas 27:12|
Owesithoba ngenyanga yesithoba ibinguAbhiyezere waseAnatoti, wakumaBhenjamin; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamane amawaka.
-
13
|1 Crónicas 27:13|
Oweshumi ngenyanga yeshumi ibinguMaharayi umNetofa wakumaZera; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamane amawaka.
-
14
|1 Crónicas 27:14|
Oweshumi elinamnye ngenyanga yeshumi elinanye ibinguBhenaya umPiraton, wakoonyana bakaEfrayim; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamane amawaka.
-
15
|1 Crónicas 27:15|
Oweshumi elinesibini ngenyanga yeshumi elinesibini ibinguHeledayi umNetofa, kaOteniyeli; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamane amawaka.
-
16
|1 Crónicas 27:16|
Ke izizwe zakwaSirayeli zaphathwa ngaba: kumaRubhen inganga ibinguEliyezere unyana kaZikri; kumaSimon nguShefatiya unyana kaMahaka;
-
17
|1 Crónicas 27:17|
kubaLevi nguHashabhiya unyana kaKemuweli; kwa-Aron nguTsadoki;
-
18
|1 Crónicas 27:18|
kwesakwaYuda nguElihu, wakubazalwana bakaDavide; kwesakwaIsakare nguOmri unyana kaMikayeli;
-
19
|1 Crónicas 27:19|
kwesakwaZebhulon nguIshemaya unyana kaObhadiya; kwesakwaNafetali nguYerimoti unyana ka-Azeriyeli;
-
20
|1 Crónicas 27:20|
koonyana bakaEfrayim nguHosheya unyana ka-Azaziya; kwisiqingatha sesizwe sikaManase nguYoweli unyana kaPedaya;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 33-34