-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|1 Crónicas 2:31|
Oonyana baka-Apayim nguIshi. Oonyana bakaIshi nguSheshan. Oonyana bakaSheshan nguAlayi.
-
32
|1 Crónicas 2:32|
Oonyana bakaYada, umninawa kaShamayi, nguYetere noYonatan. Wafa uYetere engazalanga.
-
33
|1 Crónicas 2:33|
Oonyana bakaYonatan nguPelete noZaza. Ngabo abo oonyana bakaYerameli.
-
34
|1 Crónicas 2:34|
USheshan ebengenanyana; ibiziintombi zodwa. USheshan ebenomkhonzi ongumYiputa; igama lakhe belinguYar-ha.
-
35
|1 Crónicas 2:35|
USheshan wamnika uYar-ha umkhonzi wakhe intombi yakhe, ukuba ibe ngumfazi; yamzalela uAtayi.
-
36
|1 Crónicas 2:36|
UAtayi wazala uNatan; uNatan wazala uZabhadi.
-
37
|1 Crónicas 2:37|
UZabhadi wazala uEfelali; uEfelali wazala uObhede;
-
38
|1 Crónicas 2:38|
uObhede wazala uYehu; uYehu wazala uAzariya;
-
39
|1 Crónicas 2:39|
uAzariya wazala uHeletse; uHeletse wazala uElasa;
-
40
|1 Crónicas 2:40|
uElasa wazala uSisamayi; uSisamayi wazala uShalum;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19