-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|1 Crónicas 4:21|
Oonyana bakaShela, unyana kaYuda, ngooEre ozala amaLeka, noLada ozala amaMaresha, nemizalwane yendlu yabasebenza ilinen ecikizekileyo, yendlu ka-Ashbheya;
-
22
|1 Crónicas 4:22|
noYokim, namadoda aseKozebha, noYowashe, noSarafe (aba bazizikhulu kwaMowabhi), noYashubhi-lehem. Ke ezo zinto zezakudala.
-
23
|1 Crónicas 4:23|
Ngabo abo ababumbi nabemi baseNetayim neGedera; bahlala khona nokumkani emsebenzini wakhe.
-
24
|1 Crónicas 4:24|
Oonyana bakaSimon nguNemuweli, noYamin, noYaribhi, nguZera noSawule,
-
25
|1 Crónicas 4:25|
nguShalum unyana wakhe, nguMibhesam unyana wakhe, nguMishma unyana wakhe.
-
26
|1 Crónicas 4:26|
Oonyana bakaMishma nguHamuweli unyana wakhe, nguZakure unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe.
-
27
|1 Crónicas 4:27|
UShimehi ubenoonyana abalishumi elinabathandathu, neentombi ezintandathu; abazalwana bakhe ababanga nabantwana baninzi; wonke umzalwane wabo awandanga njengonyana bakaYuda.
-
28
|1 Crónicas 4:28|
Bahlala eBher-shebha, naseMolada, naseHatsare-shuwali,
-
29
|1 Crónicas 4:29|
naseBhileha, nase-Etsem, naseToladi,
-
30
|1 Crónicas 4:30|
naseBhetuweli, naseHorma, naseTsikelage,
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7