-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
6
|1 Crónicas 20:6|
Kwabuya kwaliwa eGati. Kwakho ndoda iyingxilimbela, eminwe neenzwane zazingamashumi amabini anane; imithandathu sandleni sinye, zintandathu lunyaweni lunye; nayo ibizalwa nguRafa.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9