-
-
Xhosa
-
-
50
|Esdras 2:50|
oonyana baka-Asna, oonyana bakaMehunim, oonyana bakaNefusim,
-
51
|Esdras 2:51|
oonyana bakaBhakebhuki, oonyana bakaHakufa, oonyana bakaHar-hure,
-
52
|Esdras 2:52|
oonyana bakaBhatseluti, oonyana bakaMehida, oonyana bakaHarsha,
-
53
|Esdras 2:53|
oonyana bakaBharkose, oonyana bakaSisera, oonyana bakaTama,
-
54
|Esdras 2:54|
oonyana bakaNetsiha, oonyana bakaHatifa.
-
55
|Esdras 2:55|
Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSoferete, oonyana bakaPeruda,
-
56
|Esdras 2:56|
oonyana bakaYahala, oonyana bakaDarkon, oonyana bakaGidele,
-
57
|Esdras 2:57|
oonyana bakaShefatiya, oonyana bakaHatili, oonyana bakaPokerete-tsebhayim, oonyana baka-Ami.
-
58
|Esdras 2:58|
Bonke abakhonzi betempile, noonyana babakhonzi bakaSolomon, ibingamakhulu amathathu, anamanci asithoba anababini.
-
59
|Esdras 2:59|
Ngaba abenyuka, bevela eTele-mela, naseTele-harsha, naseKerubhi-adan-imere; ke ababanga nakuzixela izindlu zooyise, nembewu yabo, ukuba ngabakwaSirayeli na:
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7