-
-
Xhosa -
-
41
|Marcos 5:41|
Ambambe ngesandla umntwana, athi kuye, Talita, kumi; oko kukuthi, ngentetho evakalayo, Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka!
-
42
|Marcos 5:42|
Yavuka kwaoko intombazana leyo, yahambahamba; kuba ibiminyaka ilishumi elinamibini izelwe. Bathi nqa ngokuthi nqa okukhulu.
-
43
|Marcos 5:43|
Wabayala kakhulu ukuba kungaziwa mntu oku; watsho nokuthi, mayiphiwe idle.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9