-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
47
|1 Crónicas 2:47|
Oonyana bakaYadayi nguRegem, noYotam noGeshan, noPelete, noEfa, noShahafe.
-
48
|1 Crónicas 2:48|
UMahaka, ishweshwe likaKalebhi, wazala uShebhere, noTir-hana;
-
49
|1 Crónicas 2:49|
wazala noShahafe, uyise wabaseMademana, noSheva uyise wabaseMakebhena, noyise wabaseGibheha; intombi kaKalebhi ibinguAkesa.
-
50
|1 Crónicas 2:50|
Ngabo aba oonyana bakaKalebhi: ngoonyana bakaHuri, amazibulo kaEfrata; uShobhali ozala amaKiriyati-yeharim;
-
51
|1 Crónicas 2:51|
uSalima, uyise wabaseBhetelehem; uHarefe, uyise wabaseBhete-gadere.
-
52
|1 Crónicas 2:52|
UShobhali, uyise wabaseKiriyati-yeharim, ebenoonyana: uHarowe, noHatsihamenukoti.
-
53
|1 Crónicas 2:53|
Imizalwane yaseKiriyati-yeharim ngamaItri, namaPuti, namaShumati, namaMisherayi. Baphuma kuyo abaseTsorati, namaEshtawoli.
-
54
|1 Crónicas 2:54|
Oonyana bakaSalima ngabaseBhetelehem, nabaseNetofa, abaseAteroti yendlu kaYowabhi, nabaseHazi-hamanati, nabaseTsora.
-
55
|1 Crónicas 2:55|
Imizalwane yababhali, abemi baseYabhetse, ngabaseTira, ngabaseShemiha, ngabaseSuka. La ngamaKeni avela kuHamati, uyise wabendlu kaRekabhi.
-
1
|1 Crónicas 3:1|
Ngabo aba oonyana bakaDavide, awabazalelwayo eHebron: owamazibulo ibinguAmnon ka-Ahinowam waseYizereli; owesibini nguDaniyeli ka-Abhigali waseKarmele;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10