-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
29
|1 Crónicas 29:29|
Izinto zikaDavide ukumkani, ezokuqala nezokuphela, nanzo zibhaliwe emicimbini kaSamuweli imboni, nasemicimbini kaNatan umprofeti, nasemicimbini kaGadi imboni;
-
30
|1 Crónicas 29:30|
kunye nobukumkani bakhe bonke, nobugorha bakhe, nezinto ezamhlelayo yena, namaSirayeli, nezikumkani zonke zamazwe.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9