-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
7
|1 Crónicas 2:7|
Oonyana bakaKarmi nguAkare, owawahlisela ishwangusha amaSirayeli, wenza ubumenemene entweni esingelwe phantsi.
-
8
|1 Crónicas 2:8|
Oonyana bakaEtan nguAzariya.
-
9
|1 Crónicas 2:9|
Oonyana bakaHetseron awabazalelwayo: nguYerameli, noRam, noKelubhayi.
-
10
|1 Crónicas 2:10|
URam wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon, inkulu yoonyana bakaYuda.
-
11
|1 Crónicas 2:11|
UNashon wazala uSalima;
-
12
|1 Crónicas 2:12|
uSalima wazala uBhohazi; uBhohazi wazala uObhede; uObhede wazala uYese.
-
13
|1 Crónicas 2:13|
UYese wazala uEliyabhi, amazibulo akhe, noAbhinadabhi owesibini, noShama owesithathu,
-
14
|1 Crónicas 2:14|
noNataniyeli owesine, noRadayi owesihlanu,
-
15
|1 Crónicas 2:15|
no-Otsem owesithandathu, noDavide owesixhenxe.
-
16
|1 Crónicas 2:16|
Oodade babo baye bengooTseruya noAbhigali. Oonyana bakaTseruya nguAbhishayi, noYowabhi, noAsaheli; bathathu.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 4-5