-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
3
|2 Crónicas 18:3|
Wathi uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati ukumkani wakwaYuda, Wohamba na nam, siye kulwa neRamoti yaseGiliyadi? Wathi kuye, Ndinjengawe, abantu bam banjengabantu bakho; soya nawe ekulweni.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9