-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
31
|2 Crónicas 20:31|
UYehoshafati waye engukumkani kwaYuda; ubeminyaka imashumi mathathu anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; aba neminyaka emashumi mabini anamihlanu engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAzubha, intombi kaShilehi.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer 2 Pedro 1-3