-
-
Xhosa
-
-
6
|Esdras 8:6|
koonyana baka-Adin nguEbhede unyana kaYonatan, enamadoda amashumi mahlanu;
-
7
|Esdras 8:7|
koonyana bakaElam nguYeshaya unyana ka-Ataliya, enamadoda amashumi asixhenxe;
-
8
|Esdras 8:8|
koonyana bakaShefatiya nguZebhadiya unyana kaMikayeli, enamadoda amashumi asibhozo;
-
9
|Esdras 8:9|
koonyana bakaYowabhi nguObhadiya unyana kaYehiyeli, enamadoda angamakhulu amabini aneshumi elinesibhozo;
-
10
|Esdras 8:10|
koonyana bakaShelomiti ngunyana kaYosifiya, enamadoda alikhulu elinamanci mathandathu;
-
11
|Esdras 8:11|
koonyana bakaBhebhayi nguZekariya unyana kaBhebhayi, enamadoda amashumi mabini anesibhozo;
-
12
|Esdras 8:12|
koonyana baka-Azegadi nguYohanan unyana kaHakatan, enamadoda alikhulu elineshumi linye;
-
13
|Esdras 8:13|
koonyana bokugqibela baka-Adonikam abamagama angala: nguElifelete, noYehiyeli, noShemaya, benamadoda amashumi mathandathu;
-
14
|Esdras 8:14|
koonyana bakaBhigwayi ngu-Utayi, noZabhudi, enamadoda amashumi asixhenxe.
-
15
|Esdras 8:15|
Ndabahlanganisela emlanjeni ongumAhava; samisa khona imihla yamithathu. Ndabagqala abantu nababingeleli, andafumana khona namnye woonyana bakaLevi.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7