-
-
Xhosa -
-
19
|Joel 3:19|
IYiputa kuya kuba senkangala, nelakwaEdom libe yintlango esenkangala, ngenxa yokugonyamela kwabo oonyana bakaYuda, ekubeni bephalaze igazi elimsulwa ezweni labo.
-
20
|Joel 3:20|
Ke uYuda uya kumiwa ngonaphakade, iYerusalem imiwe kwizizukulwana ngezizukulwana.
-
21
|Joel 3:21|
Ndiya kulisula igazi labo endandingalisulanga; ngokuba uYehova uhleli eZiyon.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9