-
-
Xhosa -
-
41
|Josué 10:41|
Wababulala uYoshuwa, wathabathela eKadeshe-bharneha, wesa eGaza, nelizwe lonke laseGoshen, wesa eGibheyon.
-
42
|Josué 10:42|
Wabathimba uYoshuwa bonke abo kumkani, nelizwe labo, ngasihlandlo sinye, ngokuba uYehova uThixo kaSirayeli ebewalwela amaSirayeli.
-
43
|Josué 10:43|
Wabuya uYoshuwa enamaSirayeli onke, weza eminqubeni eGiligali.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9