-
-
Xhosa
-
-
1
|Josué 19:1|
Lavela iqashiso lesibini noSimon, nesizwe soonyana bakaSimon, ngokwemizalwane yabo. Ilifa labo laba phakathi kwelifa loonyana bakaYuda.
-
2
|Josué 19:2|
Elifeni labo baba neBher-sheba, neShebha, neMulada,
-
3
|Josué 19:3|
neHatsere-shuwali, neBhala, neAtsem,
-
4
|Josué 19:4|
ne-Eletoladi, neBhetuli, neHorma,
-
5
|Josué 19:5|
neTsikelage, neBhete-markabhoti, neHatsar-susa,
-
6
|Josué 19:6|
neBhete-lebhawoti, neSharuhen: imizi elishumi elinamithathu inemizana yayo;
-
7
|Josué 19:7|
iAyin, neRimon, ne-Etere, neAshan; imizi emine inemizana yayo,
-
8
|Josué 19:8|
nemizana yonke ejikeleze loo mizi, kwesa eBhahalatibhere (yiRama yelasezantsi ke leyo). Lilo elo ilifa lesizwe soonyana bakaSimon ngokwemizalwane yabo.
-
9
|Josué 19:9|
Laba sesabelweni soonyana bakaYuda ilifa loonyana bakaSimon; ngokuba isabelo soonyana bakaYuda sabagqitha. Oonyana bakaSimon babelwa ilifa phakathi kwelifa labo.
-
10
|Josué 19:10|
Lavela iqashiso lesithathu noonyana bakaZebhulon, ngokwemizalwane yabo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7