-
-
Xhosa -
-
21
|Jueces 2:21|
nam andiyi kuphinda ndithi phambi kwabo ndigqogqe mntu wezi ntlanga, wazishiyayo uYoshuwa ekufeni kwakhe;
-
22
|Jueces 2:22|
ukuze ndiwalinge ngazo amaSirayeli, ukuba oyigcina na indlela kaYehova, ahambe ngayo, njengoko bayigcinayo ooyise, akayi kuyigcina, kusini na?
-
23
|Jueces 2:23|
Waziyeka ke uYehova ezo ntlanga, akazigqogqa kamsinya, akazinikela esandleni sikaYoshuwa.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9