-
-
Xhosa
-
-
42
|Marcos 14:42|
Vukani sihambe; yabonani, lowo undinikelayo usondele.
-
43
|Marcos 14:43|
Kwaoko, esathetha, uthi qatha uYuda, owayengoweshumi elinababini, enendimbane enkulu, inamakrele neentonga, isuka kubo ababingeleli abakhulu, nakubabhali, nakuwo amadoda amakhulu.
-
44
|Marcos 14:44|
Ke kaloku, lowo umnikelayo waye ebanike umqondiso, esithi, Lowo ndithe ndamanga, nguye; mbambeni, nimrhole nimnqabisile.
-
45
|Marcos 14:45|
Efikile, uye kuye kwaoko, athi, Rabhi, Rabhi; wamanga.
-
46
|Marcos 14:46|
Bamsa ke isandla, bambamba.
-
47
|Marcos 14:47|
Uthe ke omnye wabo babemi khona, warhola ikrele, wamxabela umkhonzi wombingeleli omkhulu, wamnqumla indlebe.
-
48
|Marcos 14:48|
Waphendula uYesu wathi kubo, Niphumele ukuza kubamba mna na, ninamakrele neentonga nje, nanga niphumele isihange?
-
49
|Marcos 14:49|
Bendikuni imihla ngemihla etempileni ndifundisa, anandibamba; kodwa kunje, ukuze zizaliseke izibhalo.
-
50
|Marcos 14:50|
Bamshiya bonke, babaleka.
-
51
|Marcos 14:51|
Wayelandelwa yindodana ethile, ithe wambu ilinen entle emzimbeni; asuka ayibamba ke amadodana.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7