-
-
Xhosa
-
-
21
|Nehemías 10:21|
noMeshezabheli, noTsadoki, noYaduwa,
-
22
|Nehemías 10:22|
noPelatiya, noHanan, noAnaya,
-
23
|Nehemías 10:23|
noHosheya, noHananiya, noHashubhi,
-
24
|Nehemías 10:24|
noHaloheshe, noPileha, noShobheki,
-
25
|Nehemías 10:25|
noRehum, noHashabena, noMahaseya,
-
26
|Nehemías 10:26|
noAhiya, noHanan, noAnan,
-
27
|Nehemías 10:27|
noMaluki, noHarim, noBhahana.
-
28
|Nehemías 10:28|
Abanye abantu, ababingeleli, nabaLevi, nabamasango, neemvumi, nabakhonzi betempile, nabo bonke ababezahlule kwizizwe zamazwe, beza emyalelweni kaThixo; abafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo, bonke abasebenokwazi nokuqonda.
-
29
|Nehemías 10:29|
Babambelela kubazalwana babo, iingangamsha zabo, bangena esiqalekisweni nasesifungweni sokuhamba ngomyalelo kaThixo, owawiswa ngesandla sikaMoses umkhonzi kaThixo, nokuyigcina nokuyenza yonke imithetho kaYehova iNkosi yethu, namasiko akhe, nemimiselo yakhe:
-
30
|Nehemías 10:30|
singazendiseli iintombi zethu kwizizwe zeli lizwe, singabazekeli oonyana bethu iintombi zazo;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Romanos 1-4