-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Proverbios 20:21|
Ilifa elizuzwe buphuthuphuthu ekuqaleni, Ukuphela kwalo akunantsikelelo.
-
22
|Proverbios 20:22|
Musa ukuthi, Ndiya kubuphindezela ububi; Thembela kuYehova, wokusindisa.
-
23
|Proverbios 20:23|
Ngamasikizi kuYehova amatye ngamatye; Nesikali esikhohlisayo asilungile.
-
24
|Proverbios 20:24|
Kuvela kuYehova ukunyathela kwendoda; Umntu angathini na ukuyiqonda indlela yakhe?
-
25
|Proverbios 20:25|
Sisirhintyelo emntwini ukufumana athi, Ingcwele, Aze aqale emva kwesibhambathiso, aphicothe.
-
26
|Proverbios 20:26|
Uchithachitha abangendawo ukumkani olumkileyo, Aguqulele phezu kwabo umlenze wenqwelo.
-
27
|Proverbios 20:27|
Sisibane sikaYehova umphefumlo womntu, Siphengulula zonke iingontsi zombilini.
-
28
|Proverbios 20:28|
Inceba nenyaniso ilondoloza ukumkani; Uyixhasa itrone yakhe ngenceba.
-
29
|Proverbios 20:29|
Isihombo samadodana ngamandla awo; Ubuhle bamadoda amakhulu zizimvi.
-
30
|Proverbios 20:30|
Imivumbo etyabulayo iguxa ububi; Izibetho ziguxa iingontsi zombilini.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40