-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
11
|Proverbios 5:11|
Ugcume ekupheleni kwakho, Ekudlekeni kwenyama yakho nezihlunu zakho;
-
12
|Proverbios 5:12|
Uthi, Bendiluthiyeleni na uqeqesho, Yasigiba isohlwayo intliziyo yam?
-
13
|Proverbios 5:13|
Andaliphulaphula izwi labayali bam; Andayithobela indlebe yam kubafundisi bam!
-
14
|Proverbios 5:14|
Ndaphantsa ukuba sebubini bonke Esazulwini sesikhungu nebandla.
-
15
|Proverbios 5:15|
Sela amanzi kwelakho iqula, Nemiqukuqela yamanzi ephuma emthonjeni wakho.
-
16
|Proverbios 5:16|
Mayiphalale phandle imithombo yakho, Ibe yimijelo yamanzi ezitratweni.
-
17
|Proverbios 5:17|
Mayibe yeyakho, yeyakho wedwa, Ingabi yeyabangengabo abakowenu kunye nawe.
-
18
|Proverbios 5:18|
Malisikelelwe ithende lakho, Uvuye ngumfazi wobutsha bakho;
-
19
|Proverbios 5:19|
Makabe yimazi yexhama elithandekayo, neyegogo elihle; Amabele akhe akukholise ngamaxesha onke, Uyotywe luthando lwakhe kuphele.
-
20
|Proverbios 5:20|
Yini na, nyana wam, ukuba uyotywe ngumkamntu, Uwole isifuba sowolunye uhlanga?
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40