-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Proverbios 6:21|
Sibophe entliziyweni yakho okukanye, Usinxibe emqaleni wakho.
-
22
|Proverbios 6:22|
Ekuhambeni kwakho sokukhapha; Ekulaleni kwakho sokugcina; Ekuvukeni kwakho soncokola nawe.
-
23
|Proverbios 6:23|
Ngokuba usisibane umthetho, silukhanyiso isiyalo; Zinyindlela yobomi izohlwayo eziqeqeshayo;
-
24
|Proverbios 6:24|
Ukuba ugcinwe kumfazi onobubi, Ekugudeni kolwimi lowolunye uhlanga.
-
25
|Proverbios 6:25|
Musa ukubukhanuka ubunzwakazi bakhe ngentliziyo yakho, Angakubambisi ngeenkophe zakhe;
-
26
|Proverbios 6:26|
Kuba ngenxa yehenyukazi umntu uda adle kuphela intendana yesonka; Umkamntu uzingela umphefumlo onqabileyo.
-
27
|Proverbios 6:27|
Umntu unokuwuthabatha na umlilo ase esifubeni sakhe, Zingatshi na iingubo zakhe?
-
28
|Proverbios 6:28|
Unokuhamba na umntu phezu kwamalahle avuthayo, Zingatyabuki na iinyawo zakhe?
-
29
|Proverbios 6:29|
Unjalo ongena emfazini wommelwane wakhe; Akukho namnye umchukumisayo, oya kuba msulwa.
-
30
|Proverbios 6:30|
Alidelwa isela, xa lithe labela Ukwanelisa umphefumlo walo, xa lithe lalamba;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19