-
-
Xhosa -
-
14
|2 Reyes 2:14|
Wayithabatha ingubo enkulu kaEliya, eyayiwe kuye, wabetha ngayo emanzini, wathi, Uphi na uYehova, uThixo kaEliya, yena kanye? Wabetha ke emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; wawela uElisha.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9