-
-
Xhosa -
-
19
|2 Reyes 21:19|
UAmon unyana wakhe waba ngukumkani esikhundleni sakhe. UAmon ubeminyaka imashumi mabini anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emibini engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMeshulemete, intombi kaHarutse waseYotebha.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9