-
-
Xhosa -
-
13
|Josué 10:13|
Lathi nqumama ke ilanga, yema inyanga, Lwada uhlanga lwaziphindezelela ezintshabeni zalo. Oku akubhalwanga na eNcwadini yOthe Tye? Lema ke ilanga esazulwini sezulu, alangxama ukutshona, yangathi yimini iphela.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9