-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
11
|Proverbios 2:11|
Ukunkqangiyela kokugcina, Ukuqonda kokulondoloza;
-
12
|Proverbios 2:12|
Ukuba kukuhlangule endleleni embi, Kubantu abathetha impenduka;
-
13
|Proverbios 2:13|
Kwabashiya umendo wokuthe tye, Ukuze bahambe ngeendlela zobumnyama;
-
14
|Proverbios 2:14|
Kwabavuyela ukwenza ububi, Bagcobe ngeempenduka zabenza ububi;
-
15
|Proverbios 2:15|
Abamendo ujibilizayo, Abathi gu bucala ngemikhondo yabo;
-
16
|Proverbios 2:16|
Ukuze uhlangulwe kumkamntu, Kowolunye uhlanga, ontetho yakhe igudileyo;
-
17
|Proverbios 2:17|
Lowo ushiya ikholwane lobutsha bakhe, Awulibale umnqophiso woThixo wakhe.
-
18
|Proverbios 2:18|
Kuba utshona ekufeni nendlu yakhe, Nemikhondo yakhe itshonela kwabangasekhoyo;
-
19
|Proverbios 2:19|
Bonke abangenayo kuye ababuyi, Abafiki kumendo wobomi:
-
20
|Proverbios 2:20|
Ukuze uhambe ngendlela yabalungileyo, Ugcine umendo wamalungisa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40