-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Proverbios 7:21|
Wamthi gu bucala ngobuninzi bobuciko bakhe, Wamwexula ngokumcenga kwakhe.
-
22
|Proverbios 7:22|
Wamlandela ke ngesiquphe, Njengenkomo isiya ekuxhelweni, Njengesimathane sisiya kuqinwa ngamakhamandela,
-
23
|Proverbios 7:23|
Njengentaka ikhawulezela esibatheni; Ingazi ukuba oko kuyingozi kumphefumlo wayo, Lude utolo lusicande isibindi sakhe.
-
24
|Proverbios 7:24|
Ke ngoko, bonyana, ndiphulaphuleni, Niyibazele indlebe intetho yomlomo wam.
-
25
|Proverbios 7:25|
Intliziyo yakho mayinganxaxheli ezindleleni zakhe, Ungandwendweli emendweni wakhe.
-
26
|Proverbios 7:26|
Kuba zininzi iingxwelerha aziwisileyo; Linani elikhulu alibuleleyo.
-
27
|Proverbios 7:27|
Iziindlela zelabafileyo indlu yakhe, Zihla ziye ezingontsini zokufa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7