-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Proverbios 4:21|
Mayingemki emehlweni akho; Yigcine entliziyweni yakho ngaphakathi.
-
22
|Proverbios 4:22|
Kuba ibubomi kwabayifumanayo, Nempiliso enyameni yabo yonke.
-
23
|Proverbios 4:23|
Nazintweni zonke zigcinwayo, londoloza intliziyo yakho; Kuba aphuma kuyo amathende obomi.
-
24
|Proverbios 4:24|
Kususe kuwe ukujibiliza komlomo, Nokuthi gu bucala komlomo kudedise kuwe.
-
25
|Proverbios 4:25|
Amehlo akho makakhangele athi gca, Neenkophe zakho zithi nzo kokuphambi kwakho.
-
26
|Proverbios 4:26|
Lungelelanisa umkhondo wonyawo lwakho, Zonke iindlela zakho zizimaseke.
-
27
|Proverbios 4:27|
Musa ukuthi gu bucala ngasekunene nangasekhohlo; Susa unyawo lwakho entweni embi.
-
1
|Proverbios 5:1|
Nyana wam, bubazele indlebe ubulumko bam, Ingqondo yam uyithobele indlebe yakho;
-
2
|Proverbios 5:2|
Ukuze ugcine iminkqangiyelo, Ulondoloze ukwazi umlomo wakho.
-
3
|Proverbios 5:3|
Ngokuba ivuza incindi yobusi imilebe yomlomo womkamntu, Libuthelezi ngaphezu kweoli ikhuhlangubo lakhe;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 28-30