-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Proverbios 6:31|
Lifunyenwe, lihlawula kasixhenxe, Lirhola bonke ubuncwane bendlu yalo.
-
32
|Proverbios 6:32|
Okrexeza umfazi ke uswele intliziyo; Owenza loo nto ngumonakalisi womphefumlo wakhe.
-
33
|Proverbios 6:33|
Ufumanana nobetho nocukucezo, Ungcikivo lwakhe alucimi.
-
34
|Proverbios 6:34|
Kuba ikhwele libubushushu bendoda, Ayiyi kuyeka ngemini yempindezelo.
-
35
|Proverbios 6:35|
Ayiyi kulubeka ucamagusho, nokuba luluphi na; Ayiyi kuvuma, naxa uthe wayicenga ngeento ezininzi.
-
1
|Proverbios 7:1|
Nyana wam, gcina intetho yam, Uyiqwebele kuwe imithetho yam.
-
2
|Proverbios 7:2|
Gcina imithetho yam, udle ubomi; Nesiyalo sam, njengokhozo lweliso lakho.
-
3
|Proverbios 7:3|
Yibophe eminweni yakho, Yibhale emacwecweni entliziyo yakho.
-
4
|Proverbios 7:4|
Yithi kubulumko, Ungudade wethu; Uthi, Ingqondo sisihlobo;
-
5
|Proverbios 7:5|
Ukuze ugcinwe kumkamntu, Kowolunye uhlanga, ontetho igudileyo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 31-32