-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Proverbios 1:31|
Baya kudla ke isiqhamo sendlela yabo, Bahluthe ngamacebo abo.
-
32
|Proverbios 1:32|
Kuba ukuphamba kweziyatha kuyazi bulala, Nobunqobo bezinyabi buyazitshabala lisa.
-
33
|Proverbios 1:33|
Ke yena ondivayo uhleli ekholosile, Wonwabile ekunkwantyiseni kobubi.
-
1
|Proverbios 2:1|
Nyana wam, ukuba uthe wazamkela iintetho zam, Wayiqwebela kuwe imithetho yam,
-
2
|Proverbios 2:2|
Ukuze uyibazele ubulumko indlebe yakho, Uyithobele ukuqonda intliziyo yakho;
-
3
|Proverbios 2:3|
Ewe, ukuba uthe wayibiza ingqondo, Walisa ekuqondeni ilizwi lakho;
-
4
|Proverbios 2:4|
Ukuba uthe wabufuna njengesilivere, Wabumba njengobutyebi obuselelweyo:
-
5
|Proverbios 2:5|
Uya kwandula ukukuqonda ukoyika uYehova, Ukufumane ukumazi uThixo,
-
6
|Proverbios 2:6|
Ngokuba uYehova upha ubulumko; Emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.
-
7
|Proverbios 2:7|
Ubaqwebela uzimaso abathe tye, Uyingweletshetshe kwabahamba ngengqibelelo,
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10