-
-
Xhosa
-
-
36
|1 Corintios 14:36|
Kanene ilizwi likaThixo laphuma livela kuni na? lafika kuni nedwa, kusini na?
-
37
|1 Corintios 14:37|
Ukuba umntu uba ungumprofeti, nokuba uba ungowoMoya, makazazi kakuhle izinto endinibhalela zona, ukuba yimithetho yeNkosi.
-
38
|1 Corintios 14:38|
Ke ukuba umntu akazi, makangazi.
-
39
|1 Corintios 14:39|
Ngoko ke, bazalwana, kuzondeleleni ukuprofeta, ningakwaleli ukuthetha ngalwimi zimbi.
-
40
|1 Corintios 14:40|
Zonke izinto mazenziwe ngokubekekileyo, nangolungelelwano.
-
1
|1 Corintios 15:1|
Ke kaloku, bazalwana, ndiyanazisa iindaba ezilungileyo, ezo ndazishumayela kuni, nazamkelayo nokuzamkela, nimiyo nokuma kuzo,
-
2
|1 Corintios 15:2|
nisindiswayo nokusindiswa ngazo, ukuba nizibambile ngelizwi endazishumayela ngalo kuni; ukuba anithe nafumana nakholwa.
-
3
|1 Corintios 15:3|
Kuba ndaninikela kweziyintloko izinto oko ndakwamkelayo nokukwamkela: okokuba uKristu wazifela izono zethu ngokwezibhalo,
-
4
|1 Corintios 15:4|
nokokuba wangcwatywa, nokokuba uvukile ngomhla wesithathu ngokwezibhalo;
-
5
|1 Corintios 15:5|
nokokuba wabonwa nguKefas, emva koko ngabalishumi elinababini.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 4-5