-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Proverbios 28:21|
Ukukhetha ubuso akulungile; Ngenxa yeqhekeza lesonka umntu angade aphosise.
-
22
|Proverbios 28:22|
Indoda eliso libi ikhawulezela ukutyeba; Ayazi ukuba ukuswela kuya kuyifikela.
-
23
|Proverbios 28:23|
Omohlwayayo umntu wothi kamva afumane ubabalo, Ngaphezu kocengacengayo ngolwimi.
-
24
|Proverbios 28:24|
Ophanga uyise nonina, athi, Asilukreqo, Ulidlelane lendoda engumonakalisi.
-
25
|Proverbios 28:25|
Omphefumlo ubawayo uxhaya ingxabano; Ke yena okholose ngoYehova uyatyetyiswa.
-
26
|Proverbios 28:26|
Okholose ngeyakhe intliziyo usisidenge; Ke yena ohamba ngobulumko uya kusinda.
-
27
|Proverbios 28:27|
Opha ihlwempu akasweli; Ke yena ofihla amehlo akhe uneengqalekiso ezininzi.
-
28
|Proverbios 28:28|
Ekuphakameni kwabangendawo bayasithela abantu; Ekutshabalaleni kwabo ayanda amalungisa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40