-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Proverbios 8:31|
Ndidlala phambi kwakhe ixesha lonke, Ndidlala kwelimiweyo ihlabathi lakhe; Nokuziyolisa kwam kukoonyana babantu.
-
32
|Proverbios 8:32|
Ke ngoko, bonyana, ndiveni; Hayi, uyolo lwabazigcinayo iindlela zam!
-
33
|Proverbios 8:33|
Yivani uqeqesho, nibe nobulumko, Ningaluyeki.
-
34
|Proverbios 8:34|
Hayi, utolo lomntu ondivayo, Elinde ezingcangweni zam iimini ngeemini, Egcine emigubasini yeminyango yam!
-
35
|Proverbios 8:35|
Kuba ofumana mna, ufumene ubomi; Uzuze okukholekileyo kuYehova.
-
36
|Proverbios 8:36|
Ophosana nam wona owakhe umphefumlo; Bonke abandithiyayo bathanda ukufa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7