-
Leia por capÃtulos
-
Xhosa -
-
41
|Mateus 25:41|
Uya kuthi nakwabangasekhohlo, Mkani kum, nina baqalekiswa, niye emlilweni ongunaphakade, owalungiselwa uMtyholi nezithunywa zakhe.
-
42
|Mateus 25:42|
Kuba ndalamba, anandipha kudla; ndanxanwa, anandiseza;
-
43
|Mateus 25:43|
ndandingowasemzini, anandingenisa ndlwini; ndandize, anandambesa; ndandisifa, ndandisentolongweni, anandivelela.
-
44
|Mateus 25:44|
Boza ke bamphendule nabo, besithi, Nkosi, sakubona nini na ulambile, okanye unxaniwe, okanye ungowasemzini, okanye uze, okanye usifa, okanye usentolongweni, asakulungiselela?
-
45
|Mateus 25:45|
Aze abaphendule, esithi, Inene ndithi kuni, Ekubeni ningenjanga njalo nakumnye waba bangabona bancinane, anenjanga njalo nakum.
-
46
|Mateus 25:46|
Baya kumka aba baye elubethweni olungunaphakade; ke wona amalungisa aya kuya ebomini obungunaphakade.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21