-
Leia por capÃtulos
-
Xhosa -
-
1
|Mateus 25:1|
Ngelo xesha ubukumkani bamazulu buya kufanekiswa neentombi ezilishumi, ezazithabathayo izibane zazo, zaphuma zaya kumkhawulela umyeni.
-
2
|Mateus 25:2|
Ezintlanu ke kuzo zaye ziziingqondi, ezintlanu ziziziyatha.
-
3
|Mateus 25:3|
Ezo ziziziyatha zaphatha izibane zazo, azaphatha oli nazo;
-
4
|Mateus 25:4|
kodwa eziziingqondi zaphatha ioli ezityeni zazo, kwanezibane zazo.
-
5
|Mateus 25:5|
Ke kaloku, akubonÂ’ ukuba ulibele umyeni, zozela zonke zalala.
-
6
|Mateus 25:6|
Phakathi kobusuku ke kwabakho umemezo oluthi, Nanko umyeni esiza; phumani niye kumkhawulela.
-
7
|Mateus 25:7|
Zaza zavuka zonke ezo ntombi, zalungisa izibane zazo.
-
8
|Mateus 25:8|
Zathi ke eziziziyatha kweziziingqondi, Sipheni kwioli yenu leyo, ngokuba izibane zethu zicima.
-
9
|Mateus 25:9|
Zaphendula ke eziziingqondi, zathi, Hayi, hleze inganeli kuthi nakuni; yiyani kanye kwabathengisayo, nizithengele.
-
10
|Mateus 25:10|
Kuthe ke, zisaya kuthenga, wafika umyeni; zaza ezo bezisezilungile zangena naye emsithweni, lwavalwa ke ucango.
-
-
Sugestões

Clique para ler Apocalipse 21-21