-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
18
|1 Crónicas 4:18|
Umkakhe uYehudiya wazala uYerede, ozala amaGedore; noHebhere, ozala amaSoko; noYekutiyeli, ozala amaZanowa. Ngabo abo oonyana bakaBhitya, intombi kaFaro, awayizekayo uMerede.
-
19
|1 Crónicas 4:19|
Oonyana bomkakhe uHodiya, udade boNaham: ngozala amaKehila, umGarmi; nozala amaEshtemowa, umMahaka.
-
20
|1 Crónicas 4:20|
Oonyana bakaShimon ngooAmnon noRina, ngooBhen-hanan noTilon. Oonyana bakaIshi ngooZohete noBhen-zohete.
-
21
|1 Crónicas 4:21|
Oonyana bakaShela, unyana kaYuda, ngooEre ozala amaLeka, noLada ozala amaMaresha, nemizalwane yendlu yabasebenza ilinen ecikizekileyo, yendlu ka-Ashbheya;
-
22
|1 Crónicas 4:22|
noYokim, namadoda aseKozebha, noYowashe, noSarafe (aba bazizikhulu kwaMowabhi), noYashubhi-lehem. Ke ezo zinto zezakudala.
-
23
|1 Crónicas 4:23|
Ngabo abo ababumbi nabemi baseNetayim neGedera; bahlala khona nokumkani emsebenzini wakhe.
-
24
|1 Crónicas 4:24|
Oonyana bakaSimon nguNemuweli, noYamin, noYaribhi, nguZera noSawule,
-
25
|1 Crónicas 4:25|
nguShalum unyana wakhe, nguMibhesam unyana wakhe, nguMishma unyana wakhe.
-
26
|1 Crónicas 4:26|
Oonyana bakaMishma nguHamuweli unyana wakhe, nguZakure unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe.
-
27
|1 Crónicas 4:27|
UShimehi ubenoonyana abalishumi elinabathandathu, neentombi ezintandathu; abazalwana bakhe ababanga nabantwana baninzi; wonke umzalwane wabo awandanga njengonyana bakaYuda.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10