-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
28
|1 Crónicas 4:28|
Bahlala eBher-shebha, naseMolada, naseHatsare-shuwali,
-
29
|1 Crónicas 4:29|
naseBhileha, nase-Etsem, naseToladi,
-
30
|1 Crónicas 4:30|
naseBhetuweli, naseHorma, naseTsikelage,
-
31
|1 Crónicas 4:31|
naseBhete-markabhoti, naseHatsarsusim, naseBhete-bhiri, naseShaharayim. Yabiyiyo leyo imizi yabo, wada uDavide waba ngukumkani.
-
32
|1 Crónicas 4:32|
Nemizi yabo yiEtam neAyin, yiRimon neToken neAshan: izixeko ezihlanu;
-
33
|1 Crónicas 4:33|
nemizana yonke ebeyiyiphahlile loo mizi, kwesa kwaBhahali. Zizo ezo iindawo zokuhlala kwabo, benokubhalelwa emilibeni yokuzalwa kwabo.
-
34
|1 Crónicas 4:34|
UMeshobhabhi, noYamleki, noYosha unyana ka-Amatsiya,
-
35
|1 Crónicas 4:35|
noYoweli, noYehu unyana kaYoshibhiya, unyana kaSeraya, unyana ka-Asiyeli,
-
36
|1 Crónicas 4:36|
noEliyohenayi, noYahakobha, noYeshohaya, noAsaya, noAdiyeli, noYesimiyeli, noBhenaya;
-
37
|1 Crónicas 4:37|
noZiza unyana kaShifi, unyana ka-Alon, unyana kaYedaya, unyana kaShimri, unyana kaShemaya:
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10