-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
21
|1 Samuel 13:21|
zakuba nezikhewu iintlangothi zamagaba, nezezitshetshe zeepuluwa, nezeefolokhwe, nezamazembe, nezokubaza iimviko.
-
22
|1 Samuel 13:22|
Kwathi ke ngomhla wokulwa, akwafunyanwa krele nantshuntshe esandleni sabantu bonke ababenoSawule noYonatan; ke kuSawule noYonatan unyana wakhe bezikho.
-
23
|1 Samuel 13:23|
Kwaphuma amaFilisti ekampini, aya engxingweni yaseMikmas.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9