-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Éxodo 32:31|
UMoses wabuya waya kuYehova, wathi, Yoo! Aba bantu bonile, benza isono esikhulu, bazenzela uthixo ngegolide.
-
32
|Éxodo 32:32|
Khawusixolele ngoko isono sabo; ukuba akunakuba njalo, wose undicima encwadini yakho oyibhalileyo.
-
33
|Éxodo 32:33|
Wathi uYehova kuMoses, Ubani osukuba onile kum, ndiya kucima yena encwadini yam.
-
34
|Éxodo 32:34|
Ke ngoko hamba ubalathise abantu, baye kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona, isithunywa sam sohamba phambi kwakho; ke mini ndivelelayo, ndiya kusivelela isono sabo kubo.
-
35
|Éxodo 32:35|
Ke uYehova wababulala abantu ngenxa yokuba belenzile ithole elo walenzayo uAron.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Josué 18-21