-
-
Xhosa
-
-
16
|Juan 17:16|
Abangabo abehlabathi, njengokuba nam ndingenguye owehlabathi.
-
17
|Juan 17:17|
Bangcwalise ngayo inyaniso yakho; ilizwi lakho liyinyaniso.
-
18
|Juan 17:18|
Njengokuba wandithuma ehlabathini, nam ndibathume bona ehlabathini.
-
19
|Juan 17:19|
Ngenxa yabo ke ndiyazingcwalisa mna, ukuze nabo babe ngabangcwalisiweyo yinyaniso.
-
20
|Juan 17:20|
Andiceleli ke aba bodwa, ndicelela nabo baya kukholwa kum ngelizwi labo;
-
21
|Juan 17:21|
ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.
-
22
|Juan 17:22|
Uzuko owandinika lona, ndilunike bona; ukuze babe banye, njengokuba thina sibanye;
-
23
|Juan 17:23|
mna ndikubo, wena ukum, ukuze babe ngabazalisekileyo ntweni-nye; ukuze liqonde ihlabathi ukuba wena undithumile, wabathanda, njengokuba wandithandayo nam.
-
24
|Juan 17:24|
Bawo, ndithanda ukuba nabo abo undinike bona, babe nam, apho ndikhona mna; ukuze balubone uzuko lwam owandinika lona; ngokuba wandithanda kwaphambi kokusekwa kwehlabathi.
-
25
|Juan 17:25|
Bawo olilungisa, ihlabathi lona alikwazanga, ke mna ndikwazile; naba bathe bazi ukuba wena undithumile;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 25-27